2 Kwabasekorinte 11:4 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku nithakazelela nabani na oza kuni anishumayeze uKrestu ongomnye, ongenguye lo ndamshumayelayo; nize ninyamazele nabani na oza nomoya ongenguye lo namnikwayo. Namkela neendaba ezinxamnye neendaba ezimnandi enazifumana kuthi.

2 Kwabasekorinte 11

2 Kwabasekorinte 11:1-12