2 Kwabasekorinte 11:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ndinoloyiko hleze iingqondo zenu ziwexuleke, nikutyeshele ukuzondelela uKrestu, kanye ngalaa ndlela uEfa walukuhlwa ngayo bubuqhetseba benyoka.

2 Kwabasekorinte 11

2 Kwabasekorinte 11:2-13