2 Kwabasekorinte 1:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaba ke ndafana ndasijika nje esi sicwangciso? Ngaba xa ndicwangcisayo ndenza nje ngokuzithandela, ndilungele ukuthi ewe okanye hayi ngokuthanda kwam?

2 Kwabasekorinte 1

2 Kwabasekorinte 1:9-24