2 Kwabasekorinte 1:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ndandizimisele ukuba ndinityelele kabini, xa ndiyayo naxa ndibuyayo eMakedoni, nize ke nina nindisize kuhambo lwam oluya kwelakwaJuda.

2 Kwabasekorinte 1

2 Kwabasekorinte 1:6-24