2 Kasamweli 9:12 Ibhayibhile (XHO96)

Wayenomntwana oyinkwenkwe uMefibhoshete, ogama linguMika. Bonke abantu ababehlala kwaZibha baba zizicaka zikaMefibhoshete.

2 Kasamweli 9

2 Kasamweli 9:10-13