2 Kasamweli 9:11 Ibhayibhile (XHO96)

UZibha wathi kukumkani: “Isicaka sakho siya kukwenza konke umhlekazi inkosi yam asiyalela isicaka sakhe ukuba sikwenze.” Ke uMefibhoshete wayesitya etafileni kaDavide ngokungathi ungomnye woonyana bakakumkani.

2 Kasamweli 9

2 Kasamweli 9:6-13