2 Kasamweli 8:4 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wathimba iwaka leenqwelo zakhe, kunye namawaka asixhenxe abakhweli-mahashe, ngokunjalo namashumi amabini amawaka amajoni ahamba ngeenyawo. Amahashe ke wawanqumla imisipha, washiya amahashe eenqwelo alikhulu.

2 Kasamweli 8

2 Kasamweli 8:1-13