2 Kasamweli 8:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo uDavide walwa nokumkani waseZobha uHadadizere unyana kaRehobhi, xa kanye wayezama ukubuyisela ulawulo lwakhe kummandla womlambo iEfrati.

2 Kasamweli 8

2 Kasamweli 8:2-5