2 Kasamweli 7:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ndakukhapha kwiindawo zonke owawuhamba kuzo, ndazisusa zonke iintshaba zakho phambi kwakho. Ngoko ke ngoku igama lakho ndiza kulenza lidume lifane nelabakhulu emhlabeni.

2 Kasamweli 7

2 Kasamweli 7:5-16