2 Kasamweli 7:8 Ibhayibhile (XHO96)

“Ke ngoko yithi kuDavide isicaka sam: ‘Utsho uNdikhoyo onamandla onke ukuthi: Wena Davide ndakuthatha emadlelweni ekwaluseni iigusha, ndakwenza umlawuli wabantu bam amaSirayeli.

2 Kasamweli 7

2 Kasamweli 7:4-9