2 Kasamweli 7:3 Ibhayibhile (XHO96)

UNatan wathi kukumkani: “Nantoni na oyicingayo qhubela phambili uyenze, kuba uNdikhoyo unawe.”

2 Kasamweli 7

2 Kasamweli 7:1-8