2 Kasamweli 7:29 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiyakubongoza ke, yithamsanqele indlu yesicaka sakho, ize ihlale ikukhonza njalo. Kaloku, Ndikhoyo, Nkosi yam, kutsho wena ukuba indlu yesicaka sakho uya kuhlala uyithamsanqela ngonaphakade.”

2 Kasamweli 7

2 Kasamweli 7:24-29