2 Kasamweli 7:28 Ibhayibhile (XHO96)

Nkosi yam Ndikhoyo, wena unguThixo, yaye amazwi akho athembekile. Isicaka sakho usenzele esi sithembiso sihle kangakanana.

2 Kasamweli 7

2 Kasamweli 7:26-29