2 Kasamweli 6:8 Ibhayibhile (XHO96)

Wakhathazeka uDavide, kuba umsindo kaNdikhoyo utyhobozele ku-Uza. Loo ndawo ke kuthiwa yiPereze-uza ukubizwa kwayo unanamhla.

2 Kasamweli 6

2 Kasamweli 6:7-10