2 Kasamweli 5:3 Ibhayibhile (XHO96)

Aya kufika ke onke amadoda amakhulu akwaSirayeli kukumkani uDavide eHebron, waza ukumkani wanqophisana nawo phaya eHebron phambi koNdikhoyo, aza ke amthambisa uDavide waba ngukumkani wamaSirayeli.

2 Kasamweli 5

2 Kasamweli 5:2-10