2 Kasamweli 4:6 Ibhayibhile (XHO96)

OoRekabhi noBhana bangena endlwini phakathi ngokungathi beze nengqolowa, basuka bamhlaba esiswini, baza basaba.

2 Kasamweli 4

2 Kasamweli 4:5-12