2 Kasamweli 4:5 Ibhayibhile (XHO96)

Basuka ke uRekabhi noBhana oonyana bakaRimon waseBheroti, benjenjeya ukuya kwaIshbhoshete, bafika khona emini emaqanda, ngexesha esangqengqile, ephumle ngokwesiqhelo sakhe emini ngelo xesha.

2 Kasamweli 4

2 Kasamweli 4:1-6