2 Kasamweli 3:31 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko uDavide wathi kuJowabhi kwakunye nabantu bonke ababenaye: “Zikrazuleni izambatho zenu, ninxibe amarhonya, nimzilele uAbhinere.”Kumngcelele womngcwabo ukumkani uDavide ngenkqu wayelandela idlaka.

2 Kasamweli 3

2 Kasamweli 3:27-37