2 Kasamweli 3:30 Ibhayibhile (XHO96)

Kwaba njalo ke ukuphindezela ukufa kuka-Asayeli edabini laseGibheyon. Kwaphindezelwa nguJowabhi kunye nomntakwabo uAbhishayi.

2 Kasamweli 3

2 Kasamweli 3:22-32