2 Kasamweli 24:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uJowabhi wathi kukumkani: “Ngamana uNdikhoyo uThixo wakho wabandisa kalikhulu abantu, aze amehlo enkosi yam ukumkani ayibone loo nto. Kodwa ke, nkosi yam mhlekazi, ngani ukuba ufune ukwenza into enje?”

2 Kasamweli 24

2 Kasamweli 24:1-10