2 Kasamweli 24:2 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide ukumkani uyalele uJowabhi umphathi-mkhosi owayekunye naye, wathi: “Zibale zonke izizwe zakwaSirayeli, ukususela kwaDan kuse eBheshebha, khon' ukuze ndilazi inani labantu.”

2 Kasamweli 24

2 Kasamweli 24:1-5