2 Kasamweli 21:7 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wamsindisa uMefibhoshete, unyana kaJonatan unyana kaSawule, ngenxa yesifungo awasenza kunye noJonatan phambi koNdikhoyo.

2 Kasamweli 21

2 Kasamweli 21:5-16