2 Kasamweli 21:6 Ibhayibhile (XHO96)

masinikwe amadoda abe sixhenxe kwinzala yayo, aye kuxhonywa phambi koNdikhoyo eGibheya, isixeko sikaSawule ukumkani owatyunjwa nguNdikhoyo.”Ukumkani wathi: “Kulungile, ndiza kunikhululela.”

2 Kasamweli 21

2 Kasamweli 21:1-16