2 Kasamweli 21:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kuphinde kwabakho elinye idabi kunye namaFilistiya kwaseGobhi apho, waza uEl-hanani, unyana kaJayire umluki waseBhetelehem, wabulala khona uGoliyati waseGati owayephethe umkhonto ongangesibonda.

2 Kasamweli 21

2 Kasamweli 21:15-22