2 Kasamweli 21:18 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kwelo dabi kwabakho elinye idabi namaFilistiya eGobhi, apho uSibhekayi waseHusha wabulala uSafu wenzala kaRafa.

2 Kasamweli 21

2 Kasamweli 21:11-22