2 Kasamweli 20:3 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi uDavide akufika komkhulu eJerusalem, wawathatha lawo maqadi akhe alishumi ayesele ejonge ikomkhulu, wathi makajongwe ngabalindi. Wayebondla, kodwa akabuyanga ahlangane nabo, bahlala ubomi bobuhlolokazi bonke ubomi babo.

2 Kasamweli 20

2 Kasamweli 20:1-13