2 Kasamweli 20:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ke onke amadoda akwaSirayeli amshiya uDavide, alandela uShebha unyana kaBhikri, kodwa wona amaJuda asala noDavide, amlandela ukusuka eJordan ada aya kutsho naye eJerusalem.

2 Kasamweli 20

2 Kasamweli 20:1-8