2 Kasamweli 19:42 Ibhayibhile (XHO96)

Onke amadoda akwaJuda awaphendula awakwaSirayeli athi: “Loo nto siyenze ngenxa yokuba nathi sibanye nokumkani. Yintoni ke ekhathazayo kuloo nto, engasihlawuleli nakutya nje, kungekho nanto asenzele yona?”

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:39-43