2 Kasamweli 19:41 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko amaSirayeli onke aya kukumkani, afika athi: “Mhlekazi, ngaba abantakwethu abaya bakwaJuda babuthathe phi ubuganga bokukuthatha eJordan nomzi wakho uphela?”

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:36-43