2 Kasamweli 19:39 Ibhayibhile (XHO96)

Wayiwela ke iJordan ukumkani uDavide nawo onke amadoda omkhosi wakhe. Uthe akuba ngaphesheya wajika wanga uBhazilayi, wamthamsanqela, waza ke uBhazilayi wajika wagoduka.

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:30-42