2 Kasamweli 19:38 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ukuphendula ukumkani: “Makahambe nam uKimam; ndomenzela into efunwa nguwe. Wena ndingakwenzela nantoni na oyifunayo.”

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:28-40