2 Kasamweli 19:17 Ibhayibhile (XHO96)

Wayehamba newaka lamadoda esizwe sakwaBhenjamin. UZibha, isicaka sakwakumkani uSawule, naye wayeze noonyana bakhe bolishumi linantlanu kunye namashumi amabini ezicaka, bakhawuleza bafika eJordan apho engekafiki ukumkani.

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:9-25