2 Kasamweli 19:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangelo xesha uShimeyi unyana kaGera wakwaBhenjamin eBhawurim, waphuthuma ukuya kuhlangabeza ukumkani uDavide eJordan.

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:7-21