2 Kasamweli 18:28 Ibhayibhile (XHO96)

UAhimazi wabhekisa kukumkani wathi: “Izinto zihamba kakuhle!” Wafika wakhahlela ejongise ubuso emhlabeni, wathi, “Mbonge uNdikhoyo uThixo wakho! Uboyisile abo bebeyivukela inkosi yam ukumkani!”

2 Kasamweli 18

2 Kasamweli 18:23-33