2 Kasamweli 18:27 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe umlindi: “Ukubaleka kwakhe lo ungaphambili ngathi nguAhimazi unyana kaZadoki.”Ukumkani wathi: “Kowu, lilunga lomfo elo; usiphathele iindaba zovuyo.”

2 Kasamweli 18

2 Kasamweli 18:22-33