2 Kasamweli 18:25 Ibhayibhile (XHO96)

Wabhekisa ngezantsi kukumkani, wamxelela, waza ukumkani wathi: “Xa ehamba yedwa uzisa iindaba zovuyo.” Eso sigidimi saya sisondela ngokusondela.

2 Kasamweli 18

2 Kasamweli 18:23-30