2 Kasamweli 18:24 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wayehleli kwindawo ephakathi kwamasango angaphakathi nawangaphandle kwesixeko. Kwesuka umlindi waya kukhwela phezu kodonga lwesixeko, wema ngapha kophahla lwesango, wondela, wabona kukho indoda ehamba yodwa, ibaleka.

2 Kasamweli 18

2 Kasamweli 18:15-33