2 Kasamweli 15:4 Ibhayibhile (XHO96)

Wayeqhubeka athi uAbhasalom: “Akwaba ibindim umntu ochophela amatyala kweli lizwe! Bebeya kuza kum bonke nezimangalo zabo, ndibagwebele kakuhle.”

2 Kasamweli 15

2 Kasamweli 15:1-7