2 Kasamweli 15:3 Ibhayibhile (XHO96)

uAbhasalom athi: “Ewe, umthetho uyakungqinela, nomcimbi wakho uyavakala, kodwa ukumkani akanaye umntu ongachophela eli tyala.”

2 Kasamweli 15

2 Kasamweli 15:1-11