2 Kasamweli 14:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakungekho bani wayenokufaniswa noAbhasalom ngobunzwana kuye wonke uSirayeli. Wayeyinzwana engenasiphako ukusuka entendeni yonyawo lwakhe kuye kutsho phezulu entloko.

2 Kasamweli 14

2 Kasamweli 14:15-30