2 Kasamweli 14:24 Ibhayibhile (XHO96)

Akuba efikile ukumkani wathi: “Makaye kuzihlalela endlwini yakhe uAbhasalom; akafuneki nganto apha kum ebhotwe.” Waya kuzihlalela emzini wakhe ke uAbhasalom, akaba savela phambi kokumkani.

2 Kasamweli 14

2 Kasamweli 14:19-26