2 Kasamweli 13:24 Ibhayibhile (XHO96)

Usuke waya kukumkani uDavide uAbhasalom, wafika wathi: “Mhlekazi, kuyachetywa phaya kwam, ke bendinqwenela ukuba umhlekazi namaphakathi akhe babekho kwitheko eliza kwenziwa.”

2 Kasamweli 13

2 Kasamweli 13:23-31