2 Kasamweli 13:23 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kweminyaka emibini uAbhasalom waba netheko lokuhlinzeka abachebi bakwakhe. Wayelenzela eBhali-hazore engasemdeni welakwaEfrayim. Wayememele bonke oonyana bakakumkani kwelo theko.

2 Kasamweli 13

2 Kasamweli 13:22-32