2 Kasamweli 12:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ndakunika umzi wenkosi yakho, abafazi bayo ndabanikela esifubeni sakho, ndakwenza ukumkani wakwaSirayeli nakwaJuda. Kanti ke ukuba bezinganelanga ezo zinto ndakwenzela zona, bendingakongezayo.

2 Kasamweli 12

2 Kasamweli 12:3-15