2 Kasamweli 12:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uNatan wathi kuDavide: “Loo ndoda nguwe! Utsho uNdikhoyo uThixo kaSirayeli ukuthi: ‘Ndakuthambisa, ndakwenza ukumkani wamaSirayeli, ndakuhlangula esandleni sikaSawule.

2 Kasamweli 12

2 Kasamweli 12:5-17