2 Kasamweli 12:20 Ibhayibhile (XHO96)

Wavuka ke emhlabeni uDavide, wahlamba. Wathambisa, wanxiba ezinye izambatho, waya kungena endlwini kaNdikhoyo, wanqula. Usuke apho waya endlwini yakhe, wafika wacela into etyiwayo, watya akuba elungiselelwe.

2 Kasamweli 12

2 Kasamweli 12:13-23