2 Kasamweli 12:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa kuthe akuzibona zisebezelana izicaka, warhana uDavide ukuba lubhubhile olo sana. Uzibuzile ke wathi: “Kwenzeke ntoni? Ufile na umntwana?”“Ewe, mhlekazi, ubhubhile,” zitshilo izicaka.

2 Kasamweli 12

2 Kasamweli 12:16-26