2 Kasamweli 11:7 Ibhayibhile (XHO96)

Akufika u-Uriya uDavide wambuza ngempilo kaJowabhi, nempilo yomkhosi, nokuba imfazwe iqhuba njani na.

2 Kasamweli 11

2 Kasamweli 11:1-9