2 Kasamweli 10:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uDavide wathi: “Mandimenzele ububele uHanum unyana kaNahashe njengoko wandenzelayo ububele uyise.” Wathuma izigidimi ke uDavide ukuba ziye kukhuza ukumkani uHanum ngenxa kayise.Athe ke loo madoda kaDavide akufika kwelama-Amon

2 Kasamweli 10

2 Kasamweli 10:1-3