2 Kasamweli 10:19 Ibhayibhile (XHO96)

Zonke iikumkani ezaziphantsi kukaHadadizere zathi zakuqonda ukuba ziyoyiswa ngamaSirayeli, zeza zenza uxolo namaSirayeli, zaba ngaphantsi kwawo.Ukususela oko ama-Aram oyika ukuwanceda emfazweni ama-Amon.

2 Kasamweli 10

2 Kasamweli 10:11-19